IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 15:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Kuba alisayi kuze lingabikho ihlwempu phakathi kwelizwe+ elo. Kungako nje ndikuyalela, ndisithi, ‘Uze usivule kakhulu isandla sakho kumzalwana wakho oxhwalekileyo nohlwempuzekileyo ezweni lakho.’+

  • Yobhi 31:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Ukuba ndandidla ngokubabandeza uyolo lwabo abasweleyo,+

      Yaye ndandiwabangela afiphale amehlo omhlolokazi,+

  • INdumiso 112:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Wabe ngokubanzi; wanika amahlwempu.+

      צ [Tsa·dhehʹ]

      Ubulungisa bakhe bumi ngonaphakade.+

      ק [Qohph]

      Uphondo lwakhe luya kuphakanyiswa ngozuko.+

  • IMizekeliso 14:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Odelela idlelane lakhe uyona,+ kodwa unoyolo obabala abaxhwalekileyo.+

  • IMizekeliso 19:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Obabala isisweli uboleka uYehova,+ yaye impatho yakhe uya kumbuyekeza ngayo.+

  • INtshumayeli 11:2
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 2 Nika babe sixhenxe isahlulo sakho, okanye abasibhozo,+ kuba akuyazi intlekele eya kwenzeka emhlabeni.+

  • 2 Timoti 1:16
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 16 Kodwa ngamana iNkosi ingayenzela inceba yona indlu kaOnesiforo,+ kuba ngokufuthi wayendizisela ukuhlaziyeka,+ yaye akazange abe neentloni ngemixokelelwane yam.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share