-
2 Samuweli 13:36INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
-
-
36 Kwathi ke, kamsimnya akugqiba ukuthetha, yabona, bangena oonyana bakakumkani, baliphakamisa ilizwi labo baza balila; kwanokumkani nabo bonke abakhonzi bakhe balila ngokulila okukhulu kakhulu.
-