IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Mateyu 12:35
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 35 Umntu olungileyo ukhupha izinto ezilungileyo kubuncwane bakhe obulungileyo,+ kanti umntu ongendawo kubuncwane bakhe obungendawo ukhupha izinto ezingendawo.+

  • Efese 4:29
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 29 Makungaphumi lizwi libolileyo emlonyeni wenu,+ kodwa mayibe lelilungele ukwakha njengoko kusenokuba yimfuneko, ukuze libanike oko kukholekileyo abevayo.+

  • Kolose 4:6
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 6 Amazwi enu makasoloko ekholekile,+ enongwe ngetyuwa,+ ukuze nikwazi ukuphendula+ bonke ngabanye.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share