Yobhi 2:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Kodwa wathi yena kuye: “Ukuthetha kwakho kunjengokuthetha komfazi ongenangqiqo.+ Ngaba sifanele samkele okulungileyo kuphela kuTHIXO oyinyaniso singamkeli kwanokubi?”+ Kuko konke oku uYobhi akonanga ngemilebe yakhe.+ INdumiso 12:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Abo bathe: “Ngolwimi lwethu siya koyisa.+Imilebe yethu ikuthi. Ngubani na oya kuba yinkosi kuthi?” IMizekeliso 18:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Ukufa nobomi kusemandleni olwimi,+ noluthandayo uya kudla isiqhamo salo.+ Yakobi 3:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngokunjalo, nalo, ulwimi lulilungu elincinane ukanti luzigwagwisa kakhulu.+ Khangelani! Hayi indlela omncinane ngayo umlilo ofunekayo ukutshisa ihlathi elikhulu gqitha!
10 Kodwa wathi yena kuye: “Ukuthetha kwakho kunjengokuthetha komfazi ongenangqiqo.+ Ngaba sifanele samkele okulungileyo kuphela kuTHIXO oyinyaniso singamkeli kwanokubi?”+ Kuko konke oku uYobhi akonanga ngemilebe yakhe.+
5 Ngokunjalo, nalo, ulwimi lulilungu elincinane ukanti luzigwagwisa kakhulu.+ Khangelani! Hayi indlela omncinane ngayo umlilo ofunekayo ukutshisa ihlathi elikhulu gqitha!