INdumiso 141:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Wubekele umlindi, Yehova, umlomo wam;+Wubekele umlindi umnyango wemilebe yam.+ Yakobi 1:26 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 26 Ukuba umntu uzibona engumnquli ofanelekileyo+ ukanti engalubambi ngomkhala ulwimi lwakhe,+ kodwa eqhubeka ekhohlisa intliziyo yakhe,+ unqulo lwakhe luphuthile.+ Yakobi 3:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Sonke siyakhubeka izihlandlo ezininzi.+ Ukuba kukho nabani na ongakhubeki zwini,+ lowo uyindoda egqibeleleyo,+ ekwaziyo ukuwubamba ngomkhala kwanomzimba wayo uphela.
26 Ukuba umntu uzibona engumnquli ofanelekileyo+ ukanti engalubambi ngomkhala ulwimi lwakhe,+ kodwa eqhubeka ekhohlisa intliziyo yakhe,+ unqulo lwakhe luphuthile.+
2 Sonke siyakhubeka izihlandlo ezininzi.+ Ukuba kukho nabani na ongakhubeki zwini,+ lowo uyindoda egqibeleleyo,+ ekwaziyo ukuwubamba ngomkhala kwanomzimba wayo uphela.