INdumiso 90:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba yonke imihla yethu ifikelele ekupheleni kwayo ngokuvutha komsindo wakho;+Siyigqibile iminyaka yethu kanye njengokusebeza.+ Yakobi 4:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 kanti anikwazi oko ubomi benu buya kuba kuko ngomso.+ Kuba nifana nje nenkungu ebonakala okwethutyana ize ithi shwaka.+
9 Kuba yonke imihla yethu ifikelele ekupheleni kwayo ngokuvutha komsindo wakho;+Siyigqibile iminyaka yethu kanye njengokusebeza.+
14 kanti anikwazi oko ubomi benu buya kuba kuko ngomso.+ Kuba nifana nje nenkungu ebonakala okwethutyana ize ithi shwaka.+