8 Kuba inundu liya kubadla libagqibe ngokungathi sisambatho, nenundu elitya impahla liya kubadla libagqibe kanye ngokungathi buboya.+ Kodwa bona ubulungisa bam, buya kubakho kude kuse kwixesha elingenammiselo, nosindiso lwam kwizizukulwana ezingenakubalwa.”+