INdumiso 112:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 112 Dumisani uYa!+ א [ʼAʹleph]Unoyolo umntu owoyika uYehova,+ב [Behth]Oyoliswa kakhulu+ yimiyalelo yakhe.+ Yohane 4:34 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 34 UYesu wathi kubo: “Okwam ukutya+ kukuba ndenze ukuthanda+ kondithumileyo nokuba ndiwugqibe umsebenzi wakhe.+ Roma 7:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ngokwenene ndiyayoliswa+ ngumthetho kaThixo ngokomntu endinguye+ ngaphakathi, Hebhere 10:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 wandula ke okunene athi: “Khangela! Ndiyeza ukuza kwenza intando yakho.”+ Uyakubhangisa okokuqala ukuze amisele okwesibini.+
112 Dumisani uYa!+ א [ʼAʹleph]Unoyolo umntu owoyika uYehova,+ב [Behth]Oyoliswa kakhulu+ yimiyalelo yakhe.+
34 UYesu wathi kubo: “Okwam ukutya+ kukuba ndenze ukuthanda+ kondithumileyo nokuba ndiwugqibe umsebenzi wakhe.+
9 wandula ke okunene athi: “Khangela! Ndiyeza ukuza kwenza intando yakho.”+ Uyakubhangisa okokuqala ukuze amisele okwesibini.+