INdumiso 38:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Ndiphazamisekile, ndithobe ngomlinganiselo ogqithileyo;+Imini yonke ndihambahamba ndibuhlungu.+ INdumiso 43:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kuba unguThixo wenqaba yam.+Undilahleleni na?Kutheni na ndihambahamba ndibuhlungu ngenxa yokucinezelwa lutshaba?+ INtshumayeli 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndabuya ke ndazibona zonke izenzo zengcinezelo+ ezenziwayo phantsi kwelanga, yaye, khangela! iinyembezi zabo bacinezelweyo,+ kodwa bengenamthuthuzeli;+ yaye kwicala labacinezeli kwakukho amandla, khon’ ukuze bangabi namthuthuzeli.
2 Kuba unguThixo wenqaba yam.+Undilahleleni na?Kutheni na ndihambahamba ndibuhlungu ngenxa yokucinezelwa lutshaba?+
4 Ndabuya ke ndazibona zonke izenzo zengcinezelo+ ezenziwayo phantsi kwelanga, yaye, khangela! iinyembezi zabo bacinezelweyo,+ kodwa bengenamthuthuzeli;+ yaye kwicala labacinezeli kwakukho amandla, khon’ ukuze bangabi namthuthuzeli.