INdumiso 37:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Ndakha ndangumfana, kungokunje ndimdala,+Kodwa andikaboni nabani na olilungisa eshiywe ngokupheleleyo,+Nenzala yakhe ifuna isonka.+ IMizekeliso 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kuba abathe tye bona baya kuhlala emhlabeni,+ nabangenakusoleka baya kusala kuwo.+
25 Ndakha ndangumfana, kungokunje ndimdala,+Kodwa andikaboni nabani na olilungisa eshiywe ngokupheleleyo,+Nenzala yakhe ifuna isonka.+