INgoma yazo iiNgoma 1:8 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 8 “Ukuba akwazi, wena ungoyena uyinzwakazi phakathi kwamabhinqa,+ phuma uhambe ngemikhondo yomhlambi uze udlise amatakane eebhokhwe ngaseminqubeni yabelusi.” INgoma yazo iiNgoma 2:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 “Njengenyibiba phakathi kokhula olunameva, injalo intombazana eliqabane lam phakathi kweentombi.”+
8 “Ukuba akwazi, wena ungoyena uyinzwakazi phakathi kwamabhinqa,+ phuma uhambe ngemikhondo yomhlambi uze udlise amatakane eebhokhwe ngaseminqubeni yabelusi.”