Genesis 18:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Makube lee kuwe ukwenza ngale ndlela, ukubulala umntu olilungisa kunye nongendawo, wenze emntwini olilungisa njengoko usenza kongendawo!+ Makube lee kuwe ukwenjenjalo.+ UMgwebi womhlaba wonke akayi kwenza okulungileyo yini na?”+ INdumiso 9:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Kuba uwuphumezile umgwebo wam nebango lam;+Uhleli etroneni ugweba ngobulungisa.+ INdumiso 33:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Uthanda ubulungisa nokusesikweni.+Umhlaba uzaliswe bububele obunothando bukaYehova.+ INdumiso 98:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Phambi koYehova, kuba uze kugweba umhlaba.+Uya kuligweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa+Nezizwana ngokuthe tye.+
25 Makube lee kuwe ukwenza ngale ndlela, ukubulala umntu olilungisa kunye nongendawo, wenze emntwini olilungisa njengoko usenza kongendawo!+ Makube lee kuwe ukwenjenjalo.+ UMgwebi womhlaba wonke akayi kwenza okulungileyo yini na?”+
9 Phambi koYehova, kuba uze kugweba umhlaba.+Uya kuligweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa+Nezizwana ngokuthe tye.+