INdumiso 97:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Kuba wena, Yehova, ungOyena Uphakamileyo phezu komhlaba wonke;+Uphakame kakhulu ekunyukeni kwakho ngaphezu kwabo bonke abanye oothixo.+
9 Kuba wena, Yehova, ungOyena Uphakamileyo phezu komhlaba wonke;+Uphakame kakhulu ekunyukeni kwakho ngaphezu kwabo bonke abanye oothixo.+