INdumiso 83:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 83 Owu Thixo, musa ukuthula;+Musa ukuqhubeka ungathethi, yaye musa ukuthi cwaka, Wena Ungokobuthixo.+ Isaya 42:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 UYehova uya kuphuma njengendoda enamandla.+ Uya kuvusa inzondelelo njengendoda yokulwa.+ Uya kukhwaza, ewe, uya kuhlaba umkhosi;+ uya kuzibonakalisa enamandla ngakumbi phezu kweentshaba zakhe.+ Isaya 65:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Khangela! Kubhaliwe phambi kwam.+ Andiyi kuthi cwaka,+ kodwa ndiza kunikela umvuzo;+ ndiza kunikela umvuzo esifubeni sabo,+
83 Owu Thixo, musa ukuthula;+Musa ukuqhubeka ungathethi, yaye musa ukuthi cwaka, Wena Ungokobuthixo.+
13 UYehova uya kuphuma njengendoda enamandla.+ Uya kuvusa inzondelelo njengendoda yokulwa.+ Uya kukhwaza, ewe, uya kuhlaba umkhosi;+ uya kuzibonakalisa enamandla ngakumbi phezu kweentshaba zakhe.+
6 “Khangela! Kubhaliwe phambi kwam.+ Andiyi kuthi cwaka,+ kodwa ndiza kunikela umvuzo;+ ndiza kunikela umvuzo esifubeni sabo,+