Genesis 1:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Wahlabela mgama ke uThixo wathi: “Umhlaba+ mawuvelise imiphefumlo ephilayo ngohlobo lwayo, izilwanyana zasekhaya+ nezinambuzane+ namarhamncwa+ omhlaba ngohlobo lwawo.” Kwaza kwaba njalo. 1 Kronike 29:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 “Kanti, ndingubani na mna+ yaye bangoobani na abantu bam, ukuba side sibe namandla okwenza iminikelo yokuzithandela elolu hlobo kuwe?+ Kuba yonk’ into ivela kuwe,+ sikunike esikuthabathe esandleni sakho. Yobhi 40:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Khawubone iBhehemote endiyenzileyo kwanjengawe.Itya+ ingca eluhlaza kanye njengenkunzi yenkomo.
24 Wahlabela mgama ke uThixo wathi: “Umhlaba+ mawuvelise imiphefumlo ephilayo ngohlobo lwayo, izilwanyana zasekhaya+ nezinambuzane+ namarhamncwa+ omhlaba ngohlobo lwawo.” Kwaza kwaba njalo.
14 “Kanti, ndingubani na mna+ yaye bangoobani na abantu bam, ukuba side sibe namandla okwenza iminikelo yokuzithandela elolu hlobo kuwe?+ Kuba yonk’ into ivela kuwe,+ sikunike esikuthabathe esandleni sakho.