Numeri 14:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ‘UYehova, ozeka kade umsindo+ nonobubele bothando obuninzi,+ oxolela isiphoso nokunxaxha,+ kodwa ongakhe amsindise ofanelwe kukohlwaywa,+ ozisa isohlwayo sesiphoso sooyise koonyana, kwesesithathu isizukulwana nakwesesine isizukulwana.’+ INdumiso 25:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Ungazikhumbuli izono zobutsha bam nemvukelo yam.+Ngokobubele bakho obunothando ndikhumbule,+Ngenxa yokulunga kwakho, Yehova.+ INdumiso 32:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Zininzi iintlungu anazo ongendawo;+Kodwa lowo ukholosa ngoYehova, ungqongwe bububele bothando.+ INdumiso 41:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ke mna, ndathi: “Owu Yehova, ndibabale.+Wuphilise umphefumlo wam, kuba ndonile kuwe.”+ INdumiso 90:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Sanelise kusasa ngobubele bakho bothando,+Ukuze sibe nokumemelela ngovuyo size sibe nemihlali ebudeni bayo yonke imihla yethu.+ INdumiso 103:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kuba njengoko amazulu ephakamile kunomhlaba,+Ububele bakhe bothando bongamile kwabo bamoyikayo.+
18 ‘UYehova, ozeka kade umsindo+ nonobubele bothando obuninzi,+ oxolela isiphoso nokunxaxha,+ kodwa ongakhe amsindise ofanelwe kukohlwaywa,+ ozisa isohlwayo sesiphoso sooyise koonyana, kwesesithathu isizukulwana nakwesesine isizukulwana.’+
7 Ungazikhumbuli izono zobutsha bam nemvukelo yam.+Ngokobubele bakho obunothando ndikhumbule,+Ngenxa yokulunga kwakho, Yehova.+
14 Sanelise kusasa ngobubele bakho bothando,+Ukuze sibe nokumemelela ngovuyo size sibe nemihlali ebudeni bayo yonke imihla yethu.+