IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 39:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  8 Ndihlangule kuko konke ukunxaxha kwam.+

      Musa ukundenza ungcikivo kulowo ungenangqiqo.+

  • INdumiso 103:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Njengoyise obenzela inceba oonyana bakhe,+

      UYehova ubenzele inceba abo bamoyikayo.+

  • IMizekeliso 28:13
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 13 Okugubungelayo ukunxaxha kwakhe akayi kuphumelela,+ kodwa okuvumayo aze akushiye uya kwenzelwa inceba.+

  • Isaya 43:25
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 25 “Mna—mna ndinguLowo ususa+ ukunxaxha kwakho+ ngenxa yam,+ kwaye izono zakho andiyi kuzikhumbula.+

  • Isaya 44:22
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 22 Ndiza kukususa ukunxaxha kwakho njengelifu,+ nezono zakho njengengqimba yelifu. Buyela kum,+ kuba ndiya kukuhlawulela.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share