Genesis 3:16 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 16 Wathi kumfazi: “Ndiya kuyandisa kakhulu intlungu ekumitheni kwakho;+ uya kuzala abantwana+ unenimba, ize inkanuko yakho ibe sendodeni yakho, yona ikulawule.”+ Yobhi 14:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngubani na ongavelisa umntu ohlambulukileyo kumntu ongahlambulukanga?+Akukho namnye. Roma 5:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Ngenxa yoko, kanye njengokuba isono sangena ngamntu mnye+ ehlabathini nokufa+ ngaso isono, ngaloo ndlela ukufa kwasasazeka kubo bonke abantu ngenxa yokuba bonke bonayo+—.
16 Wathi kumfazi: “Ndiya kuyandisa kakhulu intlungu ekumitheni kwakho;+ uya kuzala abantwana+ unenimba, ize inkanuko yakho ibe sendodeni yakho, yona ikulawule.”+
12 Ngenxa yoko, kanye njengokuba isono sangena ngamntu mnye+ ehlabathini nokufa+ ngaso isono, ngaloo ndlela ukufa kwasasazeka kubo bonke abantu ngenxa yokuba bonke bonayo+—.