1 Samuweli 15:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 USamuweli wathi: “Ngaba uYehova lo uyoliswa yiminikelo etshiswayo+ nemibingelelo na njengoko kunjalo ngokuthotyelwa kwelizwi likaYehova? Khangela! Ukuthobela+ kulunge ngakumbi kunombingelelo,+ ukunikela ingqalelo kunamanqatha+ eenkunzi zeegusha; IMizekeliso 21:3 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 3 Ukuqhuba ubulungisa nesigwebo uyakukhetha ngakumbi uYehova kunombingelelo.+ Hoseya 6:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Kuba ndiyoliswa bububele bothando,+ kungekhona imibingelelo;+ ndiyoliswa kukwazi uThixo kuneminikelo etshiswa kuphele.+
22 USamuweli wathi: “Ngaba uYehova lo uyoliswa yiminikelo etshiswayo+ nemibingelelo na njengoko kunjalo ngokuthotyelwa kwelizwi likaYehova? Khangela! Ukuthobela+ kulunge ngakumbi kunombingelelo,+ ukunikela ingqalelo kunamanqatha+ eenkunzi zeegusha;
6 Kuba ndiyoliswa bububele bothando,+ kungekhona imibingelelo;+ ndiyoliswa kukwazi uThixo kuneminikelo etshiswa kuphele.+