INdumiso 10:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ngokuziqhenya kwakhe lowo ungendawo akaphandi;+Zonke iingcamango zakhe zezokuthi: “Akukho Thixo.”+ INdumiso 14:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Lowo ungenangqiqo uthe entliziyweni yakhe:“Akakho uYehova.”+Benze ngokonakala,+ ziyacekiseka izenzo zabo.Akukho namnye owenza okulungileyo.+ INdumiso 92:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 Akukho mntu ungaqiqiyo unokuzazi,+Kungekho nasiyatha sinokukuqonda oku.+ Roma 1:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 ngenxa yokuba, nangona babemazi uThixo, abakhange bamzukise njengoThixo bengakhange futhi bambulele,+ kodwa basuka baba ziziphukuphuku+ kwiingcinga zabo, neentliziyo zabo ezingenakuqiqa zenziwa mnyama.+
14 Lowo ungenangqiqo uthe entliziyweni yakhe:“Akakho uYehova.”+Benze ngokonakala,+ ziyacekiseka izenzo zabo.Akukho namnye owenza okulungileyo.+
21 ngenxa yokuba, nangona babemazi uThixo, abakhange bamzukise njengoThixo bengakhange futhi bambulele,+ kodwa basuka baba ziziphukuphuku+ kwiingcinga zabo, neentliziyo zabo ezingenakuqiqa zenziwa mnyama.+