IMizekeliso 1:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 ngenxa yokuba bekuthiyile ukwazi,+ bengakunyulanga nokoyika uYehova.+ Yeremiya 4:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Kuba abantu bam bazizidenge.+ Mna abandiqondanga.+ Bangoonyana abangalumkanga; yaye abanako ukuqonda.+ Bazizilumko zokwenza okubi, kodwa ukwenza okulungileyo kona okunene abakwazi.+ Hoseya 4:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Liveni ilizwi likaYehova, bonyana bakaSirayeli, kuba uYehova ubabek’ ityala abemi beli lizwe,+ kuba akukho nyaniso+ nabubele bothando nakwazi uThixo kweli lizwe.+
22 Kuba abantu bam bazizidenge.+ Mna abandiqondanga.+ Bangoonyana abangalumkanga; yaye abanako ukuqonda.+ Bazizilumko zokwenza okubi, kodwa ukwenza okulungileyo kona okunene abakwazi.+
4 Liveni ilizwi likaYehova, bonyana bakaSirayeli, kuba uYehova ubabek’ ityala abemi beli lizwe,+ kuba akukho nyaniso+ nabubele bothando nakwazi uThixo kweli lizwe.+