Isaya 51:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 “Mna—mna ndinguLowo unithuthuzelayo.+ “Kutheni na ke usoyika umntu ofayo nje,+ unyana womntu oya kwenziwa abe njengengca eluhlaza?+
12 “Mna—mna ndinguLowo unithuthuzelayo.+ “Kutheni na ke usoyika umntu ofayo nje,+ unyana womntu oya kwenziwa abe njengengca eluhlaza?+