INdumiso 10:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Uthe entliziyweni yakhe:+ “UThixo ulibele.+Ubufihlile ubuso bakhe.+Ngokuqinisekileyo akasayi kuze abone.”+ INdumiso 73:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Yaye bathe: “Waze njani uThixo?+Yaye ngaba unolwazi na Oyena Uphakamileyo?”+ Hezekile 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko wathi kum: “Isiphoso sendlu kaSirayeli nekaYuda+ sikhulu kakhulu,+ yaye ilizwe lizaliswe luphalazo-gazi+ nesixeko sizaliswe bubugwenxa;+ kuba bathe, ‘UYehova ulishiyile ilizwe,+ uYehova akaboni.’+
11 Uthe entliziyweni yakhe:+ “UThixo ulibele.+Ubufihlile ubuso bakhe.+Ngokuqinisekileyo akasayi kuze abone.”+
9 Ngoko wathi kum: “Isiphoso sendlu kaSirayeli nekaYuda+ sikhulu kakhulu,+ yaye ilizwe lizaliswe luphalazo-gazi+ nesixeko sizaliswe bubugwenxa;+ kuba bathe, ‘UYehova ulishiyile ilizwe,+ uYehova akaboni.’+