Eksodus 15:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 UYa+ ungamandla am nokomelela kwam, ekubeni elusindiso kum.+Lo nguThixo wam, yaye ndiya kumbonga;+ nguThixo kabawo,+ kwaye ndiya kumphakamisela phezulu.+ Isaya 26:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Bendikunqwenela ebusuku ngomphefumlo wam;+ ewe, ngomoya wam ngaphakathi kum ndakufuna;+ ngenxa yokuba, xa imigwebo yakho iziswa emhlabeni,+ ngokuqinisekileyo abemi belizwe elinemveliso baya kufunda+ ubulungisa.+
2 UYa+ ungamandla am nokomelela kwam, ekubeni elusindiso kum.+Lo nguThixo wam, yaye ndiya kumbonga;+ nguThixo kabawo,+ kwaye ndiya kumphakamisela phezulu.+
9 Bendikunqwenela ebusuku ngomphefumlo wam;+ ewe, ngomoya wam ngaphakathi kum ndakufuna;+ ngenxa yokuba, xa imigwebo yakho iziswa emhlabeni,+ ngokuqinisekileyo abemi belizwe elinemveliso baya kufunda+ ubulungisa.+