INdumiso 30:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Ngenxa yokuba ukuba ngaphantsi komsindo wakhe kokomzuzwana,+Ukuba ngaphantsi kwenkoliseko yakhe kokobomi bonke.+Ngokuhlwa kusenokubakho ukulila,+ kodwa kusasa kukho intswahla yovuyo.+ INdumiso 100:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Kuba uYehova ulungile;+Ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo,+Nokuthembeka kwakhe kukwizizukulwana ngezizukulwana.+
5 Ngenxa yokuba ukuba ngaphantsi komsindo wakhe kokomzuzwana,+Ukuba ngaphantsi kwenkoliseko yakhe kokobomi bonke.+Ngokuhlwa kusenokubakho ukulila,+ kodwa kusasa kukho intswahla yovuyo.+
5 Kuba uYehova ulungile;+Ububele bakhe bothando bukho ukusa kwixesha elingenammiselo,+Nokuthembeka kwakhe kukwizizukulwana ngezizukulwana.+