IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Samuweli 26:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Waza uDavide wahlabela mgama wathi: “Ephila nje uYehova,+ uYehova ngokwakhe uya kumbetha ngesibetho;+ okanye iya kufika imini yakhe+ yaye kuya kufuneka afe, okanye uya kuhla aye edabini,+ ngokuqinisekileyo ke uya kutshayelwa.+

  • Yeremiya 18:21
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 21 Ngoko ke banikele endlaleni oonyana babo,+ yaye badlulisele emandleni ekrele;+ ngamana abafazi babo bangaba ngabafazi abahluthwe abantwana, nabahlolokazi.+ Ngamana amadoda abo angabulawa sisibetho esibulalayo, abafana babo baxatyelwe ngekrele edabini.+

  • Yeremiya 25:31
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 31 “‘Ngokuqinisekileyo ingxolo iya kufikelela kweyona nxalenye ithe qelele yomhlaba, kuba uYehova ubambene neentlanga.+ Umele ngokobuqu agwebe inyama yonke.+ Ke bona abangendawo, umele abanikele ekreleni,’+ utsho uYehova.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share