Genesis 18:25 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 25 Makube lee kuwe ukwenza ngale ndlela, ukubulala umntu olilungisa kunye nongendawo, wenze emntwini olilungisa njengoko usenza kongendawo!+ Makube lee kuwe ukwenjenjalo.+ UMgwebi womhlaba wonke akayi kwenza okulungileyo yini na?”+ INdumiso 85:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Inyaniso iya kuhluma emhlabeni,+Nobulungisa buya kukhangela phantsi busemazulwini.+ INdumiso 96:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Phambi koYehova. Kuba ufikile;+Kuba uze kuwugweba umhlaba.+Uya kugweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa+Nezizwana ngokuthembeka kwakhe.+ Isaya 26:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Bendikunqwenela ebusuku ngomphefumlo wam;+ ewe, ngomoya wam ngaphakathi kum ndakufuna;+ ngenxa yokuba, xa imigwebo yakho iziswa emhlabeni,+ ngokuqinisekileyo abemi belizwe elinemveliso baya kufunda+ ubulungisa.+
25 Makube lee kuwe ukwenza ngale ndlela, ukubulala umntu olilungisa kunye nongendawo, wenze emntwini olilungisa njengoko usenza kongendawo!+ Makube lee kuwe ukwenjenjalo.+ UMgwebi womhlaba wonke akayi kwenza okulungileyo yini na?”+
13 Phambi koYehova. Kuba ufikile;+Kuba uze kuwugweba umhlaba.+Uya kugweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa+Nezizwana ngokuthembeka kwakhe.+
9 Bendikunqwenela ebusuku ngomphefumlo wam;+ ewe, ngomoya wam ngaphakathi kum ndakufuna;+ ngenxa yokuba, xa imigwebo yakho iziswa emhlabeni,+ ngokuqinisekileyo abemi belizwe elinemveliso baya kufunda+ ubulungisa.+