INdumiso 98:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Phambi koYehova, kuba uze kugweba umhlaba.+Uya kuligweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa+Nezizwana ngokuthe tye.+ IZenzo 17:31 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 Ngenxa yokuba umise imini anenjongo ngayo yokuba agwebe+ umhlaba omiweyo ngobulungisa ngendoda ayimiseleyo, yaye ubanike isiqinisekiso bonke abantu ngokuba eye wayivusa+ kwabafileyo.”
9 Phambi koYehova, kuba uze kugweba umhlaba.+Uya kuligweba ilizwe elinemveliso ngobulungisa+Nezizwana ngokuthe tye.+
31 Ngenxa yokuba umise imini anenjongo ngayo yokuba agwebe+ umhlaba omiweyo ngobulungisa ngendoda ayimiseleyo, yaye ubanike isiqinisekiso bonke abantu ngokuba eye wayivusa+ kwabafileyo.”