Eksodus 14:22 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 22 Ethubeni bangena oonyana bakaSirayeli phakathi elwandle emhlabeni owomileyo,+ ngoxa amanzi ayeludonga ngasekunene kwabo nangasekhohlo kwabo.+ INdumiso 78:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Wahlukanisa ulwandle, ukuze abaweze,+waza wabangela amanzi ema njengedama.+ INdumiso 106:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngako oko walukhalimela uLwandle Olubomvu, loma;+Kwaye wabahambisa emanzini anzongonzongo kwanga kusentlango;+
22 Ethubeni bangena oonyana bakaSirayeli phakathi elwandle emhlabeni owomileyo,+ ngoxa amanzi ayeludonga ngasekunene kwabo nangasekhohlo kwabo.+
9 Ngako oko walukhalimela uLwandle Olubomvu, loma;+Kwaye wabahambisa emanzini anzongonzongo kwanga kusentlango;+