Genesis 17:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 “Ndiza kuwuphumeza umnqophiso wam ophakathi kwam nawe+ nembewu yakho emva kwakho ngokwezizukulwana zayo, ube ngumnqophiso wexesha elingenammiselo,+ ukuze ndizingqine ndinguThixo kuwe nakwimbewu yakho emva kwakho.+ INdumiso 48:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Kuba lo Thixo nguThixo wethu ukusa kwixesha elingenammiselo, nangonaphakade.+Yena uya kusikhokela de sife.+ Yeremiya 31:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 31 “Ngelo xesha,” utsho uYehova, “ndiya kuba nguThixo kuzo zonke iintsapho zakwaSirayeli; zona ke, ziya kuba ngabantu bam.”+
7 “Ndiza kuwuphumeza umnqophiso wam ophakathi kwam nawe+ nembewu yakho emva kwakho ngokwezizukulwana zayo, ube ngumnqophiso wexesha elingenammiselo,+ ukuze ndizingqine ndinguThixo kuwe nakwimbewu yakho emva kwakho.+
14 Kuba lo Thixo nguThixo wethu ukusa kwixesha elingenammiselo, nangonaphakade.+Yena uya kusikhokela de sife.+
31 “Ngelo xesha,” utsho uYehova, “ndiya kuba nguThixo kuzo zonke iintsapho zakwaSirayeli; zona ke, ziya kuba ngabantu bam.”+