Eksodus 19:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Yonke iNtaba yeSinayi yaqhuma,+ kuba uYehova wehlela phezu kwayo esemlilweni;+ yaye umsi wayo wanyuka njengomsi weziko,+ yanyikima kakhulu intaba iphela.+ Duteronomi 5:24 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 24 Nathi, ‘Yabona uYehova uThixo wethu usibonisile ubuqaqawuli bakhe nobukhulu bakhe, nelizwi lakhe silivile phakathi komlilo.+ Namhla sibonile ukuba uThixo angathetha nomntu aze aphile noko.+
18 Yonke iNtaba yeSinayi yaqhuma,+ kuba uYehova wehlela phezu kwayo esemlilweni;+ yaye umsi wayo wanyuka njengomsi weziko,+ yanyikima kakhulu intaba iphela.+
24 Nathi, ‘Yabona uYehova uThixo wethu usibonisile ubuqaqawuli bakhe nobukhulu bakhe, nelizwi lakhe silivile phakathi komlilo.+ Namhla sibonile ukuba uThixo angathetha nomntu aze aphile noko.+