Numeri 21:33 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 33 Emva koko bajika banyuka ngendlela yaseBhashan.+ Waphuma uOgi+ ukumkani waseBhashan waya kubahlangabeza, yena nabantu bakhe bonke, esiya kulwa idabi nabo e-Edreyi.+ Mika 7:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Yalusa abantu bakho ngomsimelelo wakho,+ umhlambi welifa lakho, lowo ubuhlala wodwa ehlathini—phakathi kwebhoma.+ Mayidle eBhashan naseGiliyadi+ njengakwimihla yexesha lakudala.+
33 Emva koko bajika banyuka ngendlela yaseBhashan.+ Waphuma uOgi+ ukumkani waseBhashan waya kubahlangabeza, yena nabantu bakhe bonke, esiya kulwa idabi nabo e-Edreyi.+
14 Yalusa abantu bakho ngomsimelelo wakho,+ umhlambi welifa lakho, lowo ubuhlala wodwa ehlathini—phakathi kwebhoma.+ Mayidle eBhashan naseGiliyadi+ njengakwimihla yexesha lakudala.+