IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • 1 Kumkani 21:19
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 19 Uze uthethe naye, uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Ngaba ubulele+ waza wathabatha?”’+ Uze uthethe naye, uthi, ‘Utsho uYehova ukuthi: “Endaweni+ ezixhaphele kuyo izinja igazi likaNabhoti, ziya kulixhaphela khona izinja igazi lakho, wena lo.”’”+

  • 1 Kumkani 22:38
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 38 Yaye bayihlamba inqwelo yokulwa echibini laseSamariya, zaza izinja zalikhotha igazi lakhe+ (noonongogo babehlamba imizimba apho), ngokwelizwi likaYehova awayelithethile.+

  • 2 Kumkani 9:33
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 33 Ngoko wathi: “Mphoseni phantsi!”+ Ngoko bamphosa phantsi, yaye inxalenye yegazi lakhe yatshiza udonga namahashe; waza wamnyathelisa+ ngawo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share