1 Kumkani 10:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Wandula ke wanika+ ukumkani ikhulu elinamashumi amabini eetalente zegolide+ neoli yebhalsam+ eninzi kakhulu namatye axabisekileyo. Akuzange kuphinde kuziswe ioli yebhasalm eninzi kangako njengaleyo ukumkanikazi waseShebha wayinika uKumkani uSolomon. 2 Kronike 32:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Baba baninzi ababesizisa izipho+ kuYehova eYerusalem nezinto ezintle kuHezekiya ukumkani wakwaYuda,+ yaye waphakanyiswa+ emehlweni azo zonke iintlanga emva koko. INdumiso 72:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 Ookumkani baseTarshishe nabeziqithi+—Baya kuhlawula unikelo.+Ookumkani bakwaShebha nabakwaSebha—Baya kunikela isipho.+
10 Wandula ke wanika+ ukumkani ikhulu elinamashumi amabini eetalente zegolide+ neoli yebhalsam+ eninzi kakhulu namatye axabisekileyo. Akuzange kuphinde kuziswe ioli yebhasalm eninzi kangako njengaleyo ukumkanikazi waseShebha wayinika uKumkani uSolomon.
23 Baba baninzi ababesizisa izipho+ kuYehova eYerusalem nezinto ezintle kuHezekiya ukumkani wakwaYuda,+ yaye waphakanyiswa+ emehlweni azo zonke iintlanga emva koko.
10 Ookumkani baseTarshishe nabeziqithi+—Baya kuhlawula unikelo.+Ookumkani bakwaShebha nabakwaSebha—Baya kunikela isipho.+