Yobhi 19:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Abantakwethu ubashenxisela kude nam,+Yaye abo bandaziyo bandilahlile. INdumiso 31:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Kubo bonke abo babonisa ubutshaba kum+ ndilungcikivo,+Ndilulo kakhulu kubamelwane bam,+Ndilunkwantyiso kwabo bandiqhelileyo.+Xa bendibona ngaphandle, bandibalekile.+ Mateyu 26:56 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 56 Kodwa konke oku kwenzeke ukuze zizaliseke izibhalo zabaprofeti.”+ Ngoko bonke abafundi bamshiya, basaba.+ Yohane 1:11 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 11 Weza kwikhaya lakhe, kodwa abantu bakowabo abamamkelanga.+ Yohane 7:5 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 5 Abantakwabo,+ enyanisweni, babengalubonisi ukholo kuye.+
11 Kubo bonke abo babonisa ubutshaba kum+ ndilungcikivo,+Ndilulo kakhulu kubamelwane bam,+Ndilunkwantyiso kwabo bandiqhelileyo.+Xa bendibona ngaphandle, bandibalekile.+
56 Kodwa konke oku kwenzeke ukuze zizaliseke izibhalo zabaprofeti.”+ Ngoko bonke abafundi bamshiya, basaba.+