INdumiso 35:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Kwanemilomo yabo bandivulela ibe banzi.+Bathe: “Heke! Heke! iliso lethu likubonile oku.”+ INdumiso 40:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Abo mabajonge bathi manga ngenxa yehlazo labo+Abo bathi kum: “Heke! Heke!”+