2 Kronike 32:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Anikwazi na oko mna nookhokho bam esakwenzayo kuzo zonke izizwana zala mazwe?+ Ngaba oothixo+ beentlanga zala mazwe baba nako na ukulihlangula ilizwe labo esandleni sam? INdumiso 7:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Ukuze kungabikho namnye uwuqwengayo umphefumlo wam njengoko isenza ingonyama,+Andixhwile xa kungekho mhlanguli.+ Mateyu 27:42 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 42 “Abanye wabasindisa; yena akanako ukuzisindisa! UnguKumkani+ wakwaSirayeli; makehle ngoku kwisibonda sentuthumbo yaye siya kukholelwa kuye.+
13 Anikwazi na oko mna nookhokho bam esakwenzayo kuzo zonke izizwana zala mazwe?+ Ngaba oothixo+ beentlanga zala mazwe baba nako na ukulihlangula ilizwe labo esandleni sam?
2 Ukuze kungabikho namnye uwuqwengayo umphefumlo wam njengoko isenza ingonyama,+Andixhwile xa kungekho mhlanguli.+
42 “Abanye wabasindisa; yena akanako ukuzisindisa! UnguKumkani+ wakwaSirayeli; makehle ngoku kwisibonda sentuthumbo yaye siya kukholelwa kuye.+