IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 2:9
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    •  9 Uya kuziqhekeza ngentonga yobukhosi yentsimbi,+

      Ngokungathi sisitya sombumbi uya kuziqhekeza zibe ziingceba.”+

  • INdumiso 110:1
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 110 Utsho uYehova eNkosini yam ukuthi:+

      “Hlala ngasekunene kwam+

      Ndide ndizibeke iintshaba zakho njengesitulo seenyawo zakho.”+

  • Isaya 49:23
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 23 Nookumkani bamele babe ngabanyamekeli bakho,+ amakhosazana abo abe ziimpelesi zakho. Baya kuqubuda kuwe ubuso bubheke emhlabeni,+ bakhothe uthuli lweenyawo zakho;+ yaye kuya kufuneka wazi ukuba ndinguYehova, lowo bangayi kuba neentloni abathembele ngaye.”+

  • Mika 7:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Ziya kukhotha uthuli njengeenyoka;+ njengezirhubuluzi zomhlaba ziya kuphuma ziphazamisekile kwiindonga zokuzikhusela.+ Ziya kuza kuYehova uThixo wethu zigubha, yaye ziya kukoyika.”+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share