IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INtshumayeli 8:11
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 11 Ngenxa yokuba isigwebo nxamnye nomsebenzi ombi singaphunyezwa ngokukhawuleza,+ ngoko intliziyo yoonyana babantu izele ngaphakathi kwabo kukwenza okubi.+

  • Isaya 56:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 “Yizani! Mandithabathe intwana yewayini; kwaye masisele isiselo esinxilisayo side sanele.+ Yaye ngokuqinisekileyo ingomso liya kuba kanye njenganamhlanje, libe likhulu kakhulu.”+

  • ISityhilelo 18:7
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 7 Ngokomkhamo ezizukise nephile ngawo kubunewunewu bokungabi nazintloni, ukusa kuloo mkhamo yinikeni ukuthuthumba nokuzila.+ Kuba ithi entliziyweni yayo, ‘Ndingukumkanikazi,+ andingomhlolokazi,+ yaye andisayi kuze ndikubone ukuzila.’+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share