IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • INdumiso 89:17
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 17 Kuba ububuhle bamandla abo;+

      Nangenkoliseko yakho uphondo lwethu luphakamile.+

  • INdumiso 92:10
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 10 Kodwa uya kuluphakamisa uphondo lwam njengolo lwenqu;+

      Ndiya kuzenza ndifume ngeoli entsha.+

  • INdumiso 148:14
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 14 Yaye uya kuluphakamisa uphondo lwabantu bakhe,+

      Indumiso yabo bonke abanyanisekileyo bakhe,+

      Yoonyana bakaSirayeli, abantu abakufuphi kuye.+

      Dumisani uYa!+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share