2 Kronike 20:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Yaye ukunkwantya+ kuThixo kwaba kubo bonke ubukumkani bamazwe bakuva ukuba uYehova wayelwe nxamnye neentshaba zikaSirayeli.+ Zekariya 2:13 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 13 Yonke inyama mayithi cwaka phambi koYehova,+ kuba uvukile+ endaweni yakhe yokuhlala engcwele.+
29 Yaye ukunkwantya+ kuThixo kwaba kubo bonke ubukumkani bamazwe bakuva ukuba uYehova wayelwe nxamnye neentshaba zikaSirayeli.+