Duteronomi 4:10 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 10 ubazise ngomhla owema ngawo phambi koYehova uThixo wakho eHorebhe,+ xa wathi uYehova kum, ‘Bahlanganisele ndawonye kum abantu, ndibavise amazwi am,+ ukuze bafunde ukundoyika+ yonke imihla abaphila ngayo emhlabeni nokuze bafundise noonyana babo.’+
10 ubazise ngomhla owema ngawo phambi koYehova uThixo wakho eHorebhe,+ xa wathi uYehova kum, ‘Bahlanganisele ndawonye kum abantu, ndibavise amazwi am,+ ukuze bafunde ukundoyika+ yonke imihla abaphila ngayo emhlabeni nokuze bafundise noonyana babo.’+