INdumiso 94:7 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 7 Bamana besithi: “UYa akaboni;+NoTHIXO kaYakobi akaqondi.”+ Hezekile 8:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Waza wathi kum: “Owu nyana womntu, ukubonile na oko bakwenzayo abakhulileyo bendlu kaSirayeli ebumnyameni,+ ngamnye kumagumbi angaphakathi emiboniso yakhe? Kuba bathi, ‘UYehova akasiboni.+ UYehova ulishiyile ilizwe.’” Hezekile 9:9 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 9 Ngoko wathi kum: “Isiphoso sendlu kaSirayeli nekaYuda+ sikhulu kakhulu,+ yaye ilizwe lizaliswe luphalazo-gazi+ nesixeko sizaliswe bubugwenxa;+ kuba bathe, ‘UYehova ulishiyile ilizwe,+ uYehova akaboni.’+
12 Waza wathi kum: “Owu nyana womntu, ukubonile na oko bakwenzayo abakhulileyo bendlu kaSirayeli ebumnyameni,+ ngamnye kumagumbi angaphakathi emiboniso yakhe? Kuba bathi, ‘UYehova akasiboni.+ UYehova ulishiyile ilizwe.’”
9 Ngoko wathi kum: “Isiphoso sendlu kaSirayeli nekaYuda+ sikhulu kakhulu,+ yaye ilizwe lizaliswe luphalazo-gazi+ nesixeko sizaliswe bubugwenxa;+ kuba bathe, ‘UYehova ulishiyile ilizwe,+ uYehova akaboni.’+