IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS
  • Duteronomi 32:18
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 18 ILiwa elakuzalayo, walilibala,+

      Akwamkhumbula uThixo, Lowo wakuzala enenimba.+

  • 2 Kronike 13:8
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 8 “Ngoku nicinga ukumelana ngokwenu nobukumkani bukaYehova esandleni soonyana bakaDavide,+ ekubeni nisisihlwele esikhulu+ yaye ninamathole eegolide awanenzela wona uYerobhoham njengoothixo.+

  • 2 Kronike 13:12
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 12 Yaye, khangela! uTHIXO oyinyaniso+ unathi kunye nababingeleli bakhe+ namaxilongo okuduma+ ukuvakalisa isandi sokulumkisa ngedabi nxamnye nani. Owu bonyana bakaSirayeli, musani ukulwa nxamnye noYehova uTHIXO wookhokho benu,+ kuba aniyi kuba nampumelelo.”+

  • Yeremiya 2:32
    INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele
    • 32 Intombi enyulu ingazilibala na izihombo zayo, umtshakazi iinqwemesha zakhe? Ukanti abantu bam—bandilibele imihla engenakubalwa.+

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share