Eksodus 13:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 UYehova wahamba phambi kwabo emini ngomqulu welifu ukuba abakhokele endleleni,+ nangomqulu womlilo ebusuku ukuba abakhanyisele ukuze bahambe emini nasebusuku.+ Nehemiya 9:12 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Kwaye emini+ wabakhokela ngomqulu welifu, nangomqulu womlilo ebusuku,+ ukuba ibakhanyisele+ indlela abafanele bahambe ngayo.
21 UYehova wahamba phambi kwabo emini ngomqulu welifu ukuba abakhokele endleleni,+ nangomqulu womlilo ebusuku ukuba abakhanyisele ukuze bahambe emini nasebusuku.+
12 Kwaye emini+ wabakhokela ngomqulu welifu, nangomqulu womlilo ebusuku,+ ukuba ibakhanyisele+ indlela abafanele bahambe ngayo.