Genesis 4:15 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 15 Waza wathi uYehova kuye: “Ngenxa yeso sizathu nabani na obulala uKayin umele eve impindezelo izihlandlo ezisixhenxe.”+ Waza ngoko uYehova wammisela umqondiso uKayin ukuze kungabikho namnye omfumanayo othi amxabele.+ Isaya 65:6 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 6 “Khangela! Kubhaliwe phambi kwam.+ Andiyi kuthi cwaka,+ kodwa ndiza kunikela umvuzo;+ ndiza kunikela umvuzo esifubeni sabo,+ Yeremiya 12:14 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 14 Utsho uYehova nxamnye nabo bonke abamelwane bam+ abanobubi abachukumisa ilifa endalinika abantu bam amaSirayeli ukuba balidle, ukuthi:+ “Yabona, ndiyabancothula emhlabeni wabo;+ nendlu kaYuda ndiya kuyincothula phakathi kwabo.+ Yeremiya 32:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 Lowo ubonakalisa ububele bothando kuwo amawaka,+ nobuyekeza isiphoso sooyise esifubeni soonyana babo emva kwabo,+ THIXO oyinyaniso, Lowo mkhulu,+ Lowo unamandla,+ ogama lakhe+ linguYehova wemikhosi,+ Luka 6:38 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 38 Ziqheliseni ukupha, yaye abantu baya kunipha.+ Baya kugalela kumasondo eengubo zenu umlinganiselo omhle, ohlohliweyo, ohlukuhliweyo nophuphumayo. Kuba ngomlinganiselo enilinganisela ngawo, baya kunilinganisela kwangawo nani.”+
15 Waza wathi uYehova kuye: “Ngenxa yeso sizathu nabani na obulala uKayin umele eve impindezelo izihlandlo ezisixhenxe.”+ Waza ngoko uYehova wammisela umqondiso uKayin ukuze kungabikho namnye omfumanayo othi amxabele.+
6 “Khangela! Kubhaliwe phambi kwam.+ Andiyi kuthi cwaka,+ kodwa ndiza kunikela umvuzo;+ ndiza kunikela umvuzo esifubeni sabo,+
14 Utsho uYehova nxamnye nabo bonke abamelwane bam+ abanobubi abachukumisa ilifa endalinika abantu bam amaSirayeli ukuba balidle, ukuthi:+ “Yabona, ndiyabancothula emhlabeni wabo;+ nendlu kaYuda ndiya kuyincothula phakathi kwabo.+
18 Lowo ubonakalisa ububele bothando kuwo amawaka,+ nobuyekeza isiphoso sooyise esifubeni soonyana babo emva kwabo,+ THIXO oyinyaniso, Lowo mkhulu,+ Lowo unamandla,+ ogama lakhe+ linguYehova wemikhosi,+
38 Ziqheliseni ukupha, yaye abantu baya kunipha.+ Baya kugalela kumasondo eengubo zenu umlinganiselo omhle, ohlohliweyo, ohlukuhliweyo nophuphumayo. Kuba ngomlinganiselo enilinganisela ngawo, baya kunilinganisela kwangawo nani.”+