Isaya 5:2 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 2 Kwaye yemba kuso yasusa amatye yaza yatyala kuso umdiliya obomvu wohlobo, yakha inqaba phakathi kwaso.+ Yemba nesixovulelo sewayini kuso.+ Kwaye yahlala inethemba lokuba uya kuvelisa iidiliya,+ suka wona wavelisa iidiliya zasendle.+ Yeremiya 2:21 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 21 Mna ke, ndakutyala unjengomdiliya wohlobo obomvu,+ wonke uyimbewu yenyaniso. Ngoko kwenzeke njani na ukuba unditshintshele ube ngamahlumelo omdiliya ongcakachileyo wasemzini?’+ Marko 12:1 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 12 Waqala ukuthetha kubo ngemizekeliso esithi: “Umntu watyala isidiliya,+ wasibiyela ngothango, wemba isixovulelo sewayini, wamisa inqaba,+ waqeshisa ngaso kubalimi,+ waza wahambela kwenye indawo.+
2 Kwaye yemba kuso yasusa amatye yaza yatyala kuso umdiliya obomvu wohlobo, yakha inqaba phakathi kwaso.+ Yemba nesixovulelo sewayini kuso.+ Kwaye yahlala inethemba lokuba uya kuvelisa iidiliya,+ suka wona wavelisa iidiliya zasendle.+
21 Mna ke, ndakutyala unjengomdiliya wohlobo obomvu,+ wonke uyimbewu yenyaniso. Ngoko kwenzeke njani na ukuba unditshintshele ube ngamahlumelo omdiliya ongcakachileyo wasemzini?’+
12 Waqala ukuthetha kubo ngemizekeliso esithi: “Umntu watyala isidiliya,+ wasibiyela ngothango, wemba isixovulelo sewayini, wamisa inqaba,+ waqeshisa ngaso kubalimi,+ waza wahambela kwenye indawo.+