ABagwebi 8:28 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 28 Ngaloo ndlela uMidiyan+ woyiswa phambi koonyana bakaSirayeli, kwaye abazange baziphakamise iintloko zabo kwakhona; yaye ilizwe alizange libe nasiphazamiso singakumbi iminyaka engamashumi amane ngemihla kaGidiyon.+ Isaya 37:23 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 23 Ngubani na omngcikivileyo+ waza wamtshabhisa?+Yaye ngubani na ophakamise ilizwi lakho nxamnye naye+Ngaba uwaphakamisela phezulu na amehlo akho?+Nxamnye naLowo Ungcwele kaSirayeli!+
28 Ngaloo ndlela uMidiyan+ woyiswa phambi koonyana bakaSirayeli, kwaye abazange baziphakamise iintloko zabo kwakhona; yaye ilizwe alizange libe nasiphazamiso singakumbi iminyaka engamashumi amane ngemihla kaGidiyon.+
23 Ngubani na omngcikivileyo+ waza wamtshabhisa?+Yaye ngubani na ophakamise ilizwi lakho nxamnye naye+Ngaba uwaphakamisela phezulu na amehlo akho?+Nxamnye naLowo Ungcwele kaSirayeli!+