INdumiso 27:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Inye into endiyicelileyo kuYehova+—Ndiya kufuna yona,+Ukuba ndihlale endlwini kaYehova yonke imihla yobomi bam,+Ndibone ukuthandeka kukaYehova+Ndize ndikhangele ngoxabiso etempileni yakhe.+ INdumiso 43:4 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 4 Ndiya kuza esibingelelweni sikaThixo,+KuThixo, endigcoba ndinemihlali ngaye.+Kwaye ndiya kukubonga ngohadi, Thixo, Thixo wam.+ Luka 2:46 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 46 Kwathi, emva kweentsuku ezintathu bamfumana etempileni,+ ehleli phakathi kwabafundisi, ebaphulaphule yaye ebabuza.
4 Inye into endiyicelileyo kuYehova+—Ndiya kufuna yona,+Ukuba ndihlale endlwini kaYehova yonke imihla yobomi bam,+Ndibone ukuthandeka kukaYehova+Ndize ndikhangele ngoxabiso etempileni yakhe.+
4 Ndiya kuza esibingelelweni sikaThixo,+KuThixo, endigcoba ndinemihlali ngaye.+Kwaye ndiya kukubonga ngohadi, Thixo, Thixo wam.+
46 Kwathi, emva kweentsuku ezintathu bamfumana etempileni,+ ehleli phakathi kwabafundisi, ebaphulaphule yaye ebabuza.