1 Samuweli 15:29 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 29 Yaye, ngapha koko, Obalaseleyo kaSirayeli+ akayi kuxoka,+ akayi kuzisola, kuba Yena akangomntu wasemhlabeni ukuba azisole.”+ Hebhere 6:18 INguqulelo Yehlabathi Elitsha YeZibhalo Ezingcwele 18 ukuze, ngokuphathelele ezi zinto zimbini zingatshintshekiyo nekungenakwenzeka ukuba axoke ngazo uThixo,+ sikhuthazeke, thina baye basabela kwigwiba lakhe, ukuba sibambelele kwithemba+ elibekwe phambi kwethu.
29 Yaye, ngapha koko, Obalaseleyo kaSirayeli+ akayi kuxoka,+ akayi kuzisola, kuba Yena akangomntu wasemhlabeni ukuba azisole.”+
18 ukuze, ngokuphathelele ezi zinto zimbini zingatshintshekiyo nekungenakwenzeka ukuba axoke ngazo uThixo,+ sikhuthazeke, thina baye basabela kwigwiba lakhe, ukuba sibambelele kwithemba+ elibekwe phambi kwethu.